Iinkobe (Maize Kernels)



Endleleni esuka kumzi wamandulo wasekhaya(kwaMakasi), eLubhelu, eNqabarha, sasingisa eQhingqala ngeenjongo zokundwendwela idlaka leKumkani uHintsa (Ah! Zanzolo).


Safika kwikhaya lenkosi yasemaMbanjweni, safika iNkosi ikhona (Ah! Ntabozuko) sicela imvume yokusondela apho iphumle khona ikumkani. 
AmaMbanjwa asikhomba eNqadu emaTshaweni kuba bona babekwe ngamaTshawe ukugada idlaka, khonukuze sifumane imvume. 
Iinkobe










Kodwa phambi kokuba sinduluke sahlaliswa phantsi, saba zindwendwe, saviswa izibele zasenkosini sihleli nabantu abadala, sasikelwa inyama, sabelwa iinkobe. Emva koko sasingisa eNqadu, koMkhulu.









(Imifanekiso ipapashwe ngegunya nemvume yosapho) 















Comments

Popular Posts